1 Thessalonians 4:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ukutanda abazalwana aninakuswela ukuba ndiba̔le kuni ngako; ngokuba nina ngokwenu ndifundiswa ngutixo ukuba nitandane:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, ngalo uthando lobuzalwana, akufuneki ukuba ndinibhalele; kuba nina ngokwenu ningabafundiswe nguThixo ukuba nithandane;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, ngalo uthando lobuzalwana, akufuneki ukuba ndinibhalele, kuba nina ngokwenu ningabafundiswe nguThixo ukuba nithandane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho mfuneko yakuba ndinichazele ngoxanduva lokuthanda amanye amakholwa, kuba kaloku nina ngokwenu uThixo uyanifundisa ukuba nithandane.