1 Thessalonians 5:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa amaxesha namatuba, bazalwana! aninakuswela ukuba kuba̔lwe kuni ngawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ngawo amaxesha namathuba, bazalwana, akufuneki nganto ukuba ndinibhalele;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ngawo amaxesha namathuba, bazalwana, akufuneki nganto ukuba ndinibhalele;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawethu, akukho mfuneko yakuba ndinibhalele mayela namaxesha namathuba.