1 Thessalonians 5:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumkani ukuba kungabiko mntu opindezelayo kwomnye ngobubi ngenxa yobubi; niti ngamaxesha onkemiputume oko kulungileyo, kwa omnye ngakwomnye, nangakubo bonke abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani;hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi, kodwa maxa onke zamani kangangoko ninako ukulungiselelana, nibanceda bonke abantu.