1 Thessalonians 5:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bulelani ezintweni zonke: ngokuba oku kuyintando katixo ku‐Kristu Yesu ngakuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakuyiphi na imeko bulelani. UThixo uthanda ukuba nenjenjalo njengokuba nimanywe noKrestu Yesu nje.