1 Thessalonians 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nikolisa ukwazi ngokwenu ukuba wona umhla wenkosi uyenje njalo ukuza njengesela ebusuku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba nani ngokwenu niyazi ngokucacileyo, ukuba imini yeNkosi, njengesela ebusuku, yenjenjalo ukuza kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba nani ngokwenu niyazi ngokucacileyo, ukuba imini yeNkosi, njengesela ebusuku, yenjenjalo ukuza kwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nazi kakuhle ukuba iMini yeNkosi ifika njengesela eliza ngobusuku.