1 Thessalonians 5:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina, bazalwana! anisebumnyameni, ukuze umhla lowo unibaqe njengesela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke nina, bazalwana, anisebumnyameni, ukuba imini leyo iniqubule njengesela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina, bazalwana, ànisebumnyameni, ukuba imini leyo iniqubule njengesela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke nina, mawethu, anihambi emnyameni. Loo mini ke ayimelwe kunifikela ngebhaqo ngokwesela.