1 Thessalonians 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuba utixo engasimiselanga umsindo, koko wasimis ela ukuzuza usindiswa ngayo inkosi yetu u‐Yesu Kristu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uThixo akasimiselanga ngqumbo; usimisele ukuzuza usindiso ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uThixo akasimiselanga ngqumbo; usimisele ukuzuza usindiso ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku uThixo akasinyulelanga ingqumbo, usinyulele ukuba sizuze usindiso ngoYesu Krestu iNkosi yethu,