1 Timothy 1:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
endibe ndifudula ndingumgxeki, nomtshutshisi, nombandezeli: kuloko ndamkelayo ububele, kuba ndakwenza ngokungazi ndisekungakolweni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nakuba ngaphambili ndandingumnyelisi, nomtshutshisi, nomphathi kakubi; ndesuka ndenzelwa inceba, ngokuba ndakwenza oko ndingazi, ndisekungakholweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndandifudula ndingumnyelisi, nomtshutshisi, nomphathi kakubi; ndesuka ndenzelwa inceba, ngokuba ndakwenza oko ndingazi, ndisekungakholweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Undalathile nangona ndandimngcikiva, ndimtshutshisa, ndimthuka. UThixo waba nenceba kum, kuba ndandingakholwa; ngoko ke ndandingayazi into endiyenzayo.