1 Timothy 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Linyanisekile elilizwi, lifanele konke ukwamkelwa kanjako, lokuba u‐Kristu Yesu weza elizweni ukuza kusindisa aboni; endingomkulu kubo bonke mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lithembekile ilizwi eli, lifanelwe kukwamkelwa konke, eli lokuba uKristu Yesu weza ehlabathini ukuba asindise aboni;endingomkhulu kubo mna;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lithembekile ilizwi eli, lifanelwe kukwamkelwa konke, eli lokuba uKristu Yesu weza ehlabathini ukuba asindise aboni; endingomkhulu kubo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga amazwi athembekileyo, afanele ukwamkelwa: UKrestu Yesu weza emhlabeni ukuze asindise aboni; ndingobalaseleyo ke mna.