1 Timothy 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba ndabendikukunga ukuba uman’ ukuhlala e‐Efese, nxa bendihambela e‐Masedoniya, ukuze uyalele abatile ukuba mabangafundisi ufundiso olulumbi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko ndakuyalayo ukuba uhlale e-Efese, ndakuba mna ndisiya kwelaseMakedoni, ndenjenjalo ukukuyala nangoku, ukuze ubathethele abanye, bangafundisi mfundiso yimbi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko ndakuyalayo ukuba uhlale e-Efese, ndakuba mna ndisiya kwelaseMakedoni, uhlale e-Efese, ukuze ubathethele abanye, bangafundisi mfundiso yimbi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko ndakuyalelayo ukuya kwam eMakedoni, nceda uhlale apho e-Efese. Kaloku kukho abantu abaneemfundiso zolahlekiso apho, ngoko ke banqande.