1 Timothy 2:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDITI ke okwokuqala ndiyale ukuba kwenziwe izikungo, imitandazo, izitaṙuziso, n emibulelo, ngenxa yabantu bonke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyavuselela ngoko kuqala kwiinto zonke, ukuba kwenziwe izikhungo, imithandazo, izibongozo, imibulelo, ngenxa yabantu bonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyavuselela ngoko kuqala kwiinto zonke, ukuba kwenziwe izikhungo, imithandazo, izibongozo, imibulelo, ngenxa yabantu bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuqala, ndiqononondisa ndisithi: izicelo, imithandazo, izikhungo, nemibulelo,