1 Timothy 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Adame ebedalwe kuqala, wandul’ ukudalwa u‐Eva kamva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kwabunjwa uAdam kuqala, kwandula ke ukubunjwa uEva.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwabunjwa uAdam kuqala, kwandula ke ukubunjwa uEva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi kanene nguAdam owadalwa kuqala, kwaza kwalandela uEfa?