1 Timothy 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
otandayo ukuba bonke abantu basindiswe, nokuba beze ekwaziweni kwenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
onga yena bangasindiswa bonke abantu, bafikelele ekuyazini inyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
onga yena bangasindiswa bonke abantu, bafikelele ekuyazini inyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ofuna ukusindisa bonke abantu, baze bafikelele ekuyazini inyaniso.