1 Timothy 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuko utixo emnye; kuko kanjalo umlamli emnye pakati kwotixo nabantu, umntu u‐Kristu Yesu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba mnye uThixo; mnye nomlamli phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mnye uThixo, mnye nomlamli phakathi koThixo nabantu, umntu uKristu Yesu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku mnye uThixo, ukwamnye nalowo ungumxolelanisi kaThixo nomntu. NguKrestu Yesu ongumntu ncakasana,