1 Timothy 2:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owazinikayo ukuba yintlaulelo ngenxa yabantu bonke, — okusisinqi̔no sokunqi̔nelwa kwawaso amaxesha;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
lowo wazinikelayo ukuba abe yintlawulelo yokukhulula abantu bonke; ubungqina ke obo bokungqinwa ngamaxesha angawabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
lowo wazinikelayo ukuba abe yintlawulelo yokukhulula abantu bonke; ubungqina ke obo bokungqinwa ngamaxesha angawabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
owazenza intlawulelo yenkululeko yoluntu luphela. Wayingqinela injongo kaThixo kanye ngexesha elifanelekileyo, ngokwenjenjalo.