1 Timothy 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezizinto ndiyaziba̔la kuwe, nditemba nje ukuza kuwe kamsinyane;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezi zinto ndizibhala kuwe, ndithembe ukuba ndiya kuza kuwe kamsinya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezi zinto ndizibhala kuwe, ndithembe ukuba ndiya kuza kuwe kamsinya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le leta ndiyibhala ndinethemba lokuza kukubona kamsinya.