1 Timothy 3:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ukuba ndiyalibala kade, ukuze wazi ukuba ufanele ukuti nina ukuzipata endlwini katixo, eti yona iyiṙemente katixo ohleliyo, intsika nesiza senyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke ndithe ndalibala, ndikubhalela ukuze wazi, ukuba kumelwe kukuthiwani na ukuhanjwa endlwini kaThixo, yona ilibandla likaThixo ophilileyo, intsika nesiseko sayo inyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke ndithe ndalibala, ndikubhalela ukuze wazi, ukuba kumelwe kukuthiwani na ukuhanjwa endlwini kaThixo, yona ilibandla likaThixo ophilileyo, intsika nesiseko sayo inyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba ndibambezelekile woyifunda kule leta indlela abafanele ukuziphatha ngayo abantu endlwini kaThixo, ibandla likaThixo ophilayo, intsika exhasa inyaniso.