1 Timothy 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
epata kakuhle eyake indlu, enabantwana bake besekululameleni ndawonye nokuzibeka konke;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka ibe ngumntu okwaziyo ukulawula usapho lwakhe, ethotyelwa ngabantwana bakhe, umntu ovunyiweyo ngesimilo.