1 Timothy 3:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(kodwa ukuba umntu akazi ukuyipata eyake indlu, woti nina ukuyigcina iṙemente katixo?)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(kuba ukuba umntu akakwazi ukuyongamela eyakhe indlu, angathini na ukuphatha ibandla likaThixo?);
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Kuba ukuba umntu akakwazi ukuyongamela eyakhe indlu, angathini na ukuphatha ibandla likaThixo?)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umntu owoyiswayo kukulawula usapho lwakhe, angalilawula njani ibandla labantu bakaThixo?