1 Timothy 4:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KODWA umoya utsho kwa sekuhleni ukuti, kuya kupambuka inxenye emaxesheni asemva elukolweni, benyamekela omoya abalahlekisayo, nemfundiso zedemoni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uMoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uMoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMoya uxela ngokucacileyo ukuba kumaxesha ezayo abanye abantu baya kululahla ukholo, balandele imimoya yenkohliso, bathobele iimfundiso zeendimoni.