1 Timothy 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kona oku sikusebenzela sikutukelwa nokukutukelwa, kuba sitembile kutixo ohleliyo, ongumsindisi wabo bonke abantu, engulowo kakulu ke wamakolwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sibulalekela, singcikivelwe oko; ngokuba sithembele kuThixo ophilileyo, onguMsindisi wabantu bonke, ngokukodwa owabakholwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba sibulalekela, singcikivelwe oko; ngokuba sithembele kuThixo ophilileyo, onguMsindisi wabantu bonke, ngokukodwa owabakholwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithetha ukuthi sisebenza nzima nje sibulaleka kungokuba sibeke ithemba kuThixo ophilayo, onguMsindisi walo lonke uluntu, ingakumbi abo bakholwayo.