1 Timothy 4:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zigqale wena nokufundisa kwako; uman’ ukuma kuzo: ngokuba oku ukwenza nje, uya kuti nawe uzisindise nabo abakuvayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zilumkele wena nemfundiso yakho; hlala uhleli kwezo zinto;kuba ngokwenza oko, wozisindisa wena, ubasindise nabo bakuvayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilumkele wena nemfundiso yakho; hlala uhleli kuzo; kuba ngokwenza oko, wozisindisa wena, ubasindise nabo bakuvayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yinyamekele into oyenzayo, uyinyamekele nemfundiso yakho. Yithi rhoqo uyigcine le miyalelo, ukuze ngokwenjenjalo usinde, usindise nabo bakuphulaphulayo.