1 Timothy 4:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
besalela ukuba kutshatwe, bexela ukuba kuzilwe izinto zokudla, ate utixo wazidalela abo bakolwayo nabayaziyo inyaniso ukuba batabate kuzo ngombulelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bengavumi ukuba kuzekwe, nokuba kudliwe izinto ezadalwa nguThixo, ukuze zamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bengavumi ukuba kuzekwe, nokuba kudliwe izinto ezidalwe nguThixo, ukuba zamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayawuchasa umtshato, banqande abantu ekutyeni uhlobo oluthile lokutya. Kambe ke oku kutya kudalwe nguThixo, ekwenzela ukuba kwamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.