1 Timothy 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba isenzwa ngcwele ngalo ilizwi likatixo notaṙuziso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba singcwaliswa ngalo ilizwi likaThixo nangezibongozo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba singcwaliswa ngelizwi likaThixo nangomthandazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku ngelizwi likaThixo ndawonye nomthandazo, iyamkeleka loo nto kuThixo.