1 Timothy 5:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abahlolokazi abatsha bale; ngokuba okuya bavukele u‐Kristu ngobutshinitshini befuna ukwenda,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona abahlolokazi abatsha bamangale; kuba xa bathe badimala nguKristu, bothanda ukwenda;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bona abahlolokazi abatsha bamangale; kuba xa bathe badimala kuKristu, baya kutshata;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abahlolokazi abasebatsha uze ungababhalisi bona. Kaloku kuthi wakubavukela umnqweno bafune ukwenda, bamfulathele uKrestu,