1 Timothy 5:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndinga bangati ngoko abahlolokazi abatsha bende, bazale abantwana, bapate indlu, bangavuleli umalane ituba lokutuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ndinga abahlolokazi abatsha bangenda, bazale, babe ngabanikazi-mizi, bangamniki ochasayo nalinye ithuba lokutshabhisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ndinga abahlolokazi abatsha bangenda, bazale, babe ngabanikazi-mizi, bangamniki ochasayo nalinye ithuba lokutshabhisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndicebisa ukuba aba basebatsha abahlolokazi mabatshate, bazale, bahlale emizini yabo, ukuze iintshaba zethu zingafumani kroba lokusinyemba.