1 Timothy 5:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bese betyekile inxenye ukuya emva kwo‐Satane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba inxenye iseyiphambukele emva koSathana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba inxenye iseyiphambukele emva koSathana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku sekukho abanye abahlolokazi abasebekhethe ukulandela uSathana.