1 Timothy 5:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sisitsho isiba̔lo ukuti: Inkabi yakubu̔la akukuyifaka umkala; nokuti: Umsebenzi ufanele umvuzo wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sitsho isibhalo ukuthi, Uze ungayibophi umlomo inkomo ibhula; nokuthi, Umsebenzi uwufanele umvuzo wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba isibhalo sithi, Uze ungayibophi umlomo inkomo ibhula; nokuthi, Umsébenzi uwufanele umvuzo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zithi *iziBhalo: “Sukuyifaka isicheme inkabi ebhulayo.” Ziphinda kwakhona zithi: “Umsebénzi ufanelwe ngumvuzo wakhe.”