1 Timothy 5:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abo bonayo bohlwaye ebusweni babo bonke, ukuze abanye nabo babe nokwoyika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abo bonayo, bohlwaye emehlweni abantu bonke, ukuze nabanye aba babe nokoyika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo bonayo, bohlwaye emehlweni abantu bonke, ukuze nabanye aba babe nokoyika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo bonayo, bangxolise ekuhleni, khon' ukuze nabanye boyike ukona.