1 Timothy 5:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izono zabanye abantu ziyabonakala kwa sekuhleni, zi b andulela ukuya ekugwebeni; nabanye kambe ziyabalandela ngasemva.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izono zabanye abantu zisekuhleni kanye, ziyandulela ukuya emgwebeni; abanye ke ziyabalandela nokubalandela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izono zabanye abantu zisekuhleni kanye, ziyandulela ukuya emgwebeni; abanye bayawalandela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abanye abantu zidlula zingekakhalazelwa izinto ezimbi abazenzayo. Kanti ezabanye zihlala zifihlakele kude kube kudala beqhuba.