1 Timothy 5:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makungabalelwa abe ngumhlolokazi opantsi kweminyaka emashumi matandatu ubudala bake, umfazi wendoda nye,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makangabalelwa enanini labahlolokazi umhlolokazi ongaphantsi kweminyaka emashumi mathandathu; owayengumfazi wandoda-nye,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makangabalelwa enanini lomhlolokazi ongaphantsi kweminyaka emashumi mathandathu, engumfazi wandoda-nye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubhaliso lwabahlolokazi lwenzelwa abo bangaphezu kwamashumi amathandathu eminyaka ubudala. Ngaphezu koko kufuneka babe babenyanisekile emadodeni abo,