1 Timothy 6:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
MABATI abo basukuba bengamakonza ngapantsi kweyokwe babalele abazo inkosi ukuba zifanele imbeko yonke, ukuze kungagxekwa igama likatixo nofundiso lwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onke ke amakhoboka aphantsi kwedyokhwe, ndinga ke angababalela abaniniwo ekuthini, bafanelwe yimbeko yonke, ukuze igama likaThixo nemfundiso inganyeliswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Onke ke amakhoboka aphantsi kwedyokhwe, ndinga ke angababalela abaniniwo ekuthini, bafanelwe yimbeko yonke, ukuze igama likaThixo nemfundiso inganyeliswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abantu abaphantsi kwedyokhwe yobucaka mababahloniphe ngokupheleleyo abaphathi babo, ukuze igama likaThixo kunye nemfundiso yobuKrestu zingajongelwa phantsi.