1 Timothy 6:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukutanda imali kuyingcambo yabo bonke ububi; abate inxenye beyinqwenela balahleka kulo ukolo, bazibadluza ngentsizi ezininzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukuthanda imali yingcambu yeento zonke ezimbi: abathe abathile, ngokuzolulela kuko, balahlekana nokholo, bazibhodloza ngobuhlungu obuninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ukuthanda imali yingcambu yeento zonke ezimbi: abathe abathile, ngokuzolukileyo, balahlekana nokholo, bazibhodloza ngobuhlungu obuninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuthanda imali yingcambu yazo zonke iintlobo zobubi. Abanye bathe ngokusukelana nayo bahola elukholweni, baza bayingxwelerha imiphefumlo yabo ngeenzingo.