1 Timothy 6:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
aya kubonakalisa kona kwawake amaxesha, lowo ungosikelelweyo nongokupela kwosomandla, onguye ukumkani kakumkani nenkosi kankosi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
aya kukubonakalisa ngawakhe amaxesha; lowo usikelelekileyo, ukuphela konamandla, uKumkani kakumkani, uNkosi kankosi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
aya kubonakaliswa ngamaxesha akhe, lo ungowokuphela kwakhe onegunya, uKumkani kakumkani, uNkosi kankosi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le mbonakalo uThixo uya kuyizalisekisa ngexesha lakhe elifanelekileyo – ewe, uThixo ingangamsha yengangalala elawula konke, iKumkani yeekumkani, iNkosi yamakhosi!