1 Timothy 6:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ongokupela kwonokungafi, ehleli ekukanyeni okungenakusondelwa, ekungeko namnye umntu owambonayo, ekungeko ongambonayo kanjako: okuye makubeko udumo namandla angunapakade. Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
okuphela konokungafi, ehleli ekukhanyeni okungenakusondelwa; ekungekho namnye kubantu owakha wambona, nonako ukumbona; kuye makubekho imbeko namandla angunaphakade.Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
okuphela konokungafi, ehleli ekukhanyeni, ekungekho namnye unako ukusondela kuye; ekungekho namnye wakha wambona, nonako ukumbona; kuye makubekho imbeko namandla angunaphakade. Amen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguye yedwa ongasoze afe; uhlala kubuqaqawuli obungafikelelwayo. Akukho mntu wakha wambona nonokuze ambone. Kuye makubekho isidima nobungangamsha ngoku kude kube ngunaphakade! *Amen.