1 Timothy 6:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
beziqwebela umsekelo olungileyo bekangela ixesha elizayo, ukuze babambe ubomi obungunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
baziqwebele isiseko esihle, base exesheni eliza kuza, ukuze babubambe ubomi obungunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
baziqwebele isiseko esihle, base exesheni eliza kuza, ukuze babubambe ubomi obungunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba benjenje ke boba bazigcinela indyebo eya kuba sisiseko sekamva labo. Ngokwenjenjalo bobuzuza ubomi bokwenyani.