1 Timothy 6:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kuko umntu ongumfundisi wofundiso olulumbi, oti kanjako angavumeli amazwi anobomi, a wenkosi yetu u‐Yesu Kristu, nofundiso oluyelelana nobubedesho,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba umntu ufundisa mfundiso yimbi, angavumani namazwi aphilileyo angaweNkosi yethu uYesu Kristu, nemfundiso engokokuhlonela uThixo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nabani na ufundisa enye into, kwaye engavumelani namazwi aphilileyo angaweNkosi yethu uYesu Kristu, kunye nemfundiso engokobuthixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabani na ofundisa imfundiso enxamnye nale, okanye ongahambisaniyo neendaba zeNkosi yethu uYesu Krestu, nemfundiso yonqulo olwamkelekileyo,