1 Timothy 6:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ububedesho ndawonye nokutomalala buyinzuzo enkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kona ukuhlonela uThixo, kundawonye nokwanela, kusekeleze inzuzo enkulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kona ukuhlonela uThixo, kundawonye nokwanela, kusekeleze inzuzo enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe kambe, unqulo luyamtyebisa umntu ukuba uyaneliswa zezo zinto anazo.