1 Timothy 6:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba singangenanga nanto elizweni; kusekuhleni ukuba kanjako asingepume nanto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba sibe singangenanga nanto ehlabathini; kuyabonakala kananjalo ukuba asinakuphuma nanto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba sibe singangenanga nanto ehlabathini; kananjalo asinakuphuma nanto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zange size nanto ehlabathini; ngoko ke siya kumka singaphathanga nto.