2 Chronicles 1:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndipe kaloku ubulumko nokwazi, ndize ndipume ndingene nokungena ebusweni bababantu: ngokuba engubanina onako ukugweba aba abantu bako bakulu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndinike kaloku ubulumko nokwazi, ndiphume ndingene phambi kwaba bantu; ngokuba ngubani na onokubalawula aba bantu bakho bangaka?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ndinike ubulumko nokwazi, ukuze ndiphume ndingene phambi kwaba bantu; ngokuba ngubani na ongalugwebayo olu hlanga lwakho lukhulu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ndiphe ubulumko nokuqonda ukuze ndikwazi ukubakhokela aba bantu; kaloku akukho mntu unganako ngokwakhe ukuyilawula le nginginya yabantu bakho.”