2 Chronicles 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ityeya katixo u‐Davide ebeyinyusile e‐Kiriyateyarime ukuza endaweni abeyilungisele yona u‐Davide: ngokuba ebeyolulele intente e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yona ityeya kaThixo wayeyinyusile uDavide eKiriyati-yeharim, wayisa kuloo ndawo abeyilungisele yona uDavide; ngokuba wayeyimisele intente eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uDavide wayalela ukuba ityeya kaThixo inyuswe eKiriyati-yarim iziswe kwindawo uDavide awayeyilungiselele yona, ngenxa yokuba wayemise intente eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yena uDavide wayeyithathile ityesi kaThixo eKiriyati-yarim waya nayo kuloo ndawo wayeyilungiselele yona, njengoko wayeyimisele intente eJerusalem.