2 Chronicles 1:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa ngobobusuku wabonakala utixo ku‐Solomone, wati kuye: Cela into endiya kuyinika kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wabonakala ngobo busuku kuSolomon, wathi kuye, Cela into, ndikuphe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wabonakala kuSolomon ngobo busuku, wathi kuye, Cela into, ndikuphe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngobo busuku uThixo wabonakala kuSolomon, wathetha naye wathi: “Cela nantoni na ofuna ndikuphe yona.”