2 Chronicles 10:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WASUKA u‐Rehobome waya e‐Shekeme; ngokuba bebeze e‐Shekeme o‐Sirayeli bonke, ukuze bamenze ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URehabheham waya kwaShekem; ngokuba amaSirayeli onke abeye kumenza ukumkani kwaShekem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRehabheham waya kwaShekem; ngokuba amaSirayeli onke abeye kumenza ukumkani kwaShekem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uRehobhowam waya eShekem, kuba onke amaSirayeli ayeye khona ukuze ammisele abe ngukumkani.