2 Chronicles 10:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kaloku ubawo unitwesile ngeyokwe enzima, mna ke ndiya kwongeza kuyo iyokwe yenu; ubawo unohlwayile ngezwiniya, kodwa mna ndonohlwaya ngonomadudwane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke, ekubeni ubawo ubenithwalise idyokhwe enzima, mna ke ndiya kongeza edyokhweni yenu; ubawo ubenibetha ngeentsontelo, ke mna ndiya kunibetha ngeekatsi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba ubawo unithwalise idyokhwe enzima, mna ke ndiya kongeza edyokhweni yenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubawo ubenithwalise idyokhwe enzima, mna ke ndiza kuyenza ibe nzima ngaphezulu. Ubawo ebenibetha ngoswazi, ke mna ndonikatsa ngemvubu.’ ”