2 Chronicles 10:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo kweza u‐Jerobome nabo bonke abantu ku‐Rehobome ngosuku lwesitatu, njengokuba ebetetile ukumkani, esiti: Buyani nize kum ngosuku lwesitatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya ke ooYarobheham nabantu bonke kuRehabheham ngomhla wesithathu, njengoko wayethethe ngako ukumkani, esithi, Nobuya nize kum ngomhla wesithathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya ke ooYarobheham nabantu bonke kuRehabheham ngomhla wesithathu, njengoko wayewise umthetho ngako ukumkani, wathi, Noweza kum ngomhla wesithathu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweentsuku ezintathu ke uJerobhowam nabantu bonke babuyela kuRehobhowam ngokwaloo mlomo wakhe owawuthe: “Ze nibuye nize apha kum emva kweentsuku ezintathu.”