2 Chronicles 10:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wateta kubo njengecebo lamadodana, esiti: Ubawo wayenza nzima iyokwe yenu, kodwa mna ndiya kwongeza kuyo; ubawo wanohlwaya ngezwiniya, kodwa mna ndonohlwaya ngonomadudwane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha kubo ngokwecebo lamadodana, esithi, Ubawo wayenza nzima idyokhwe yenu, mna ke ndiya kongeza kuyo; ubawo wanibetha ngeentsontelo, ke mna ndiya kunibetha ngeekatsi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha kubo ngokwecebo lamadodana, esithi, Ubawo wanithwalisa idyokhwe enzima, mna ke ndiya kongeza kuyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathatha elabafana, wathi: “Ubawo wayenza nzima idyokhwe yenu. Mna ke ndiza kuyenza ibe nzima ngaphezulu. Njengoko yena ubawo ebenibetha ngoswazi, ke mna ndiza kunikatsa ngemvubu.”