2 Chronicles 10:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa usapo luka‐Sirayeli olube luhleli ezixekweni zakwa‐Juda, wapata ubukumkani pezu kwalo u‐Rehobome.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke oonyana bakaSirayeli, ababehleli emizini yakwaYuda, uRehabheham waba ngukumkani kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke oonyana bakaSirayeli, ababehleli emizini yakwaYuda, uRehabheham wabalawula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wona amaSirayeli awayemi kwiidolophu zakwaJuda ahlala ephantsi kolawulo lukaRehobhowam.