2 Chronicles 10:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baza batuma bambiza;) kwandul’ ukuza u‐Jerobome no‐Sirayeli bonke, bateta ku‐Rehobome, besiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
weza uYarobheham namaSirayeli onke, bathetha noRehabheham, besithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathumela ngoko ukuba kumbizwe. Weza uYarobheham namaSirayeli onke, bathetha kuRehabheham, bathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, bamthumelela uJerobhowam, waza yena noSirayeli ephela baya kuRehobhowam, bathi kuye: