2 Chronicles 10:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Mkani kanjako intsuku zibe ntatu, nandule nibuye nize kum. Bemka ke abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Khanindikhwelele iintsuku zibe ntathu, nibuye nize kum. Bemka ke abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Yizani kum emveni kweentsuku ezintathu; Kwaye abantu bayahamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uRehobhowam wathi: “Ze nibuye nize apha kum emva kweentsuku ezintathu.” Bemka ke abantu abo.