2 Chronicles 11:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako wammisela intloko u‐Abiya unyana ka‐Mahaka, ukuba abe yinkosi pakati kwabazalwana bake: ngokuba ebecinga ukumenza ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URehabheham wamisa uAbhiya unyana kaMahaka, ukuba abe yinkulu, abe yinganga phakathi kwabazalwana bakhe; ngokuba ubecinga ukumenza ukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRehabheham wamisa uAbhiya unyana kaMahaka, intloko, ukuba abe yintloko kubazalwana bakhe, ngokuba ubefuna ukumenza ukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uRehobhowam wamisela uAbhiya wayeyona nkulu koonyana bakhe ukuze abe ngukumkani esikhundleni sakhe xa engasekho yena.